Sifumana umbuzo omnye kubantu baseMzantsi Afrika abaneswekile ngokuphindaphindiweyo: unayo isicwangciso sokutya? Ewe siyakwenza – nantsi ke. Kodwa isicwangciso esinye sokutya asithethi ukuba senza ingqiqo kuba…
Sifumana umbuzo omnye kubantu baseMzantsi Afrika abaneswekile ngokuphindaphindiweyo: unayo isicwangciso sokutya? Ewe siyakwenza – nantsi ke. Kodwa isicwangciso esinye sokutya asithethi ukuba senza ingqiqo kuba…
Sibuze ugqirha wezidlo uGenevieve Jardine ukuba aphendule lo mbuzo malunga neziselo ezinesifo seswekile ezivela kubantu baseMzantsi Afrika abaneswekile: “Intombi yam ikwiinaliti ze-insulin kwaye ayinakho ukutofa…
Umntu omnye kwaba-2 onesifo seswekile akafumaneki eMzantsi Afrika. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba wabelane ngeempawu ezi-5 zesifo seswekile nawo wonke umntu omaziyo. Yile nto intshukumo…
Izicwangciso zokutya zinokuba luncedo kakhulu, kodwa kude kube ngoku, khange sibe nesicwangciso sokutya se-carb eziphantsi ukuze sabelane nawe. Namhlanje, oko kutshintshiwe! Ngoku unokukhetha phakathi kwesicwangciso…
Simanyene no Pick n Pay ukuzisa incwadi yesikhokelo seswekile yasimahla- ukukunceda ufumane indlela eya kubomi obunempilo, obonwabileyo nesifo seswekile. Iincwadi ziyafumaneka simahla kuzo zonke iikhemesti…
Iiresiphi ezimnandi zabantu abanesifo seswekile Sikunye noPick n Pay , siyile incwadi yokupheka ngokukodwa yabantu abanesifo seswekile abafuna izimvo ngesidlo ngasinye sosuku. Isidlo sakusasa, isidlo…
Sonke kufuneka sithethe nge-sifo seswekilwe esiphambi kohlobo lwesi-2 lwesifo seswekile. Ukuba kukho into enye ubhubhane wentsolongwane yeKhorona osifundise yona, kukuba siyakwazi ukwenza utshintsho olukhulu xa…
Ngumbuzo olungileyo: iyintoni iswekile yegazi eqhelekileyo, kwaye yintoni ekufuneka bajolise kuyo ngabantu abanesifo seswekile? Isifo seswekile sisenzo sokulinganisa – musa ukuya phezulu kakhulu okanye kubekho…
“Ndineswekile. Kukuphi ukutya endikutyayo? Lo ngowona mbuzo uqhelekileyo sibuzwa ngawo kubantu Bomzantsi Afrika abanesifo seswekile. Kungenxa yoko sidale esi Sikhokelo sokutya seswekile: isikhokelo ngendlela elula…
Usandula kufunyaniswa unesifo seswekile…. Wamkelekile eqeleni! Siyakuvuyela ukuba nawe apha, nangona ingeyonto uzikhethele yona. Xa uzama ukwazi malunga neendidi ezahlukeneyo zesifo seswekile, nokucacisela abantu ingakunceda…
Omnye wemibuzo esiyibuzwa kakhulu kwi Diabetic South Africans ingendidi ezahlukeneyo zesifo seswekile. Kukho iindidi ezintathu zesifo seswekile: Udidi lokuqala,udidi lwesibini , nesifo seswekile sokukhulelwa. Nalu…
Ingaba uyazibuza ukuba ungatya ntoni njengoba ngoku uphila nesifo seswekile? Awuqinisekanga ukuba kokuphi ukutya okuzakulungela iswekile yegazi lakho? Nangona kusoloko kulungile ukudibana nogqirha wezidlo ukufumana…
Usandula kufunyaniswa ukuba unesifo seswekile kwaye awuyazi ukuba kumele utye ntoni? Ibukeka njani indlela yokutya esempilweni yabanesifo seswekile? Sonke sisuka apho! Nangona sineendlela zokupheka esikunika…
Sifumana umbuzo omnye qho ngeveki kwikhasi lethu lonxibelelwano leFacebook iDiabetic South Africans :unganceda ucebise ngengcali yesifo seswekile (kwesosixeko sithile)? Siyesibuze uluntu oluphila nesifo seswekile, sifumane…