Sifumana umbuzo omnye qho ngeveki kwikhasi lethu lonxibelelwano leFacebook iDiabetic South Africans :unganceda ucebise ngengcali yesifo seswekile (kwesosixeko sithile)?

Siyesibuze uluntu oluphila nesifo seswekile, sifumane iimpendulo ezimangalisayo. Ndibone kuluncedo ukuqokelela zonke ezompendulo endaweni enye. Ukuba ukhangela ingcali yesifo seswekile jonga koluluhlu lungezantsi. Ndifake nezimvo ngamagama akekeleyo xa abantu benento ekhethekileyo abafuna ukuyithetha. Ukuba nawe unayo ingcali onokusicebisa ngayo, sicela wabelane nathi! Ungabhala izimvo zakho kwelikhasi okanye kwikhasi lika facebook iDiabetic South Africans.
Ezi zizo zonke iingcali zesifo seswekile ngokucetyiswe yidiabetes community– oogqirha bamadlala endocrine kunye notitshala ngesifo seswekile abambalwa.
ERhawutini
Fumana ingcali yesifo seswekile eRhawutini:
- Gqr. Zaheer Bayat
- Gqr. Sundeep Ruder
- Gqr. Segal eDonald Gordon (Wits University Donald Gordon Medical Centre)
- Prof Wing kwiziko iDonald Gorden – (011) 356-6000.
Uyamangalisa. Watshintsha ubom bam kwiminyaka emine egqithileyo. - Gqr. Adri Kok, Union Hospital, Alberton
- CDE eHoughton – 011 712 6000
Liziko elimanagalisayo! Ndiphantsi kolawulo nengcebiso ezimanagalisayo zika Gqr.. Stanley Landau.
1) Oogqirha noGqirha bamadlala e-endrocrine.
2) Ijim
3) ugqirha wokutya
4) ilebhu iLancet
5) Ikhemesti! Ayinakubangcono ngaphezu koku! - Gqr. Mayet eCDE eHoughton nguGqirha wesifo seswekile, Gqr. David Segal yingcali yesifo seswekile ebantwaneni.
Kuxhomekeka ekubeni unaso na isibonelelo sezonyango(Medical Aid). Njengezigulana zabucala amaxabiso aphantsi kunababhatala ngesibonelelo sezonyango(Medical Aid) - Gqr. Debbie Gordon eCentre for Diabetes – 011 356 6040.
Uyamangalisa kakhulu! - CDE Houghton:
Ugqirha onyanga izifo ezinxulumene neenyawo – Rae Bernstein
Umongikazi ofundisa ngesifo seswekile – Vanessa Brown
Ugqirha onyanga izifo ezinxulumene namehlo – Dr Peter Van Lingen/Dr A Taylor Donald - Gqr. Brian Kramer or Prof Larry Distiller.
- Tabitha Hume Ngugqirha wokutya abhalisiweyo ngokusemthethweni omangalisayo.
- Gqr. Erasmus and associates eBenoni:
uGqr.Erasmus ugqwesile! - Diabetic Clinic eCharlotte Maxeke Hospital
Isibhedlela saseRhawutini (Charlotte Maxeke) sinnengcali ezigqwesileyo zesifo seswekile eMzantsi Afrika. - Utishala wesifo seswekile Charlotte Meschede eParkmore Medical Centre
- Gqr. Reyneke eLife Springs Parkland
- Gqr. Chiba esibhedlele iClinton Alberton
- Gqr. Andre Pieterse, eLinksfield
- Jen Whittal: Utishala wesifo seswekile eBryanston – 083 441 5089.
Ukuxhobisa ngokukhetha izigqibo ezifanelekileyo ngobulumko ezishiya unoncumo. - Gqr. Jhetam: ugqirha onyanga izifo izinxulumene namehlo Kwisibhedlele iMilpark nekiliniki yabucala eLenasia
Fumana ingcali yesifo seswekile eCenturion:
- Gqr Wynand Jacobs ngaseUnitas eCenturion
Nguyena uqgwesayo.
Fumana ingcali yesifo seswekile ePitoli:
- Gqr Jacobus van Dyk Epitoli
Nguyena ugwesileyo!
- Gqr Betsie Klopper Epitoli /Hatfield.
- Gqr. Smit Kwisibhedlela iPretoria East
- Gqr Helena Oosthuizen Kwisibhedlela iPretoria East
Fumana ingcali yesifo seswekile eBoksburg:
- Gqr Coenie Venter, Healthworx eBoksburg
Mpumalanga
Fumana ingcali yesifo seswekile eSikunda:
- Jeannie Berg yititshala yesifo seswekile eKosmos Pharmacy
- Gqr Bahadur – 0176381253
Fumana ingcali yesifo seswekile eMalahleni:
- Gqr Lombard no Kate Ratcliff eDiabetic Clinic in Witbank – 013 697 2407
Ndinabo phantse iminyaka esibhozo ngoku iHBA1C yam yasuka ku 10.8 yaya ku 6.0. Balungiselela onke amadinga akho onyaka noKate, utitshala wesifo seswekile, ugqirha onyanga izifo ezinxulumene nemilenze,ugqirha wamehlo kunye nogqirha wokutya. Ubona ugqr Lombard rhoqo xa ubona ababantu ndibakhankanye ngentla. Bafumene iimbasa kwibhodi yemanyano zonyango bonke bayamangalisa! - Dr Kathy Bridgens: ugqirha wezifo ezinxulumene namehlo.
KwaZulu/Natali
Fumana ingcali yesifo seswekile eThekwini:
- Gqr. Diab eKloof (Highway Diabetes Centre – 031 7658741).
Kuyamangalisa! - Gqr. Randeree eParklands ngugqirha wamadla e-endrocrine
- Gqr. Pillay eWestville.
Unguqgirha wabantwana wamadlala e-endrocrine . - Gqr Govender, Sedeshan Soobramoney
Yingcali egqwesileyo kakhulu! - Gqr Jairam esibhedlele iKingsway eAmanzimtoti. Ndiyavuya ukuba naye.
- Gqr Jo Skelton (ngugqirha wamadla e-endrocrine)
Uyamangalisa! - Fiona Prins
Ugqirha wesifo seswekile ogqwesileyo! - Gqr Govender eUmhlunga
- Julie Peacock ugqirha wokutya ebhalisiweyo esebenzela eDurban North, KZN. Uphila nodidi lokuqala lwesifo seswekile iminyaka engama43!
Fumana ingcali yesifo seswekile eMgungundlovu:
- Gqr Devan Gounder useNetcare eSt Anne’s Medical Centre
- Gqr A.Y.D. Moosa – 033 3456222.
Ukwangumphathi oyintloko wesibhedlele iMidlands Medical. Uyamangalisa! - Gqr Russel Kirkby
- Kate Bristow
Ungutitshala ogqwesileyo wesifo seswekile.
Fumana ingcali yesifo seswekile eHilton:
- Gqr Claudine Lee eHilton
Freystata
Fumana ingcali yesifo seswekile eVelkom:
- Dr. Colyn: Ugqirha wabantu abadala wezonyango lwangaphakathi eMediClinic eVelkom
Mpuma Koloni
Fumana ingcali yesifo seswekile eBhayi:
Fumana ingcali yesifo seswekile eMonti:
- Gqr Sean Murray
- Unathi Daweti: Ummongikazi ongutitshala wesifo seswekile
Ugqwesile!
Ntshona Koloni
Fumana ingcali yesifo seswekile eKapa:
- Njingalwazi Joel Dave
- Gqr Neville Wellington
- Gqr Hennie Nortje – eN1 City Medical Chambers – 021 595 0922/3
- Njingalwazi Francois Bonnici, eUCT Hospital
- Isibedlele iTygerberg
Sisibhedlela othunyelwa kuso, baneqela elimanagalisayo kunyango lwezifo zamadlala e-endocrine. Unjingalwazi uZoller uyamangalisa! - Red Cross War Memorial Children’s Hospital
Sixhaphakile kwabo bangebasibonelelo sezonyango! - Tracy Ugarchund, ingcali yezidlo enomdla okhethekileyo kwisifo seswekile: Constantiaberg Mediclinic
Sisonke kule nto.
Translation by Siwaphiwe Sibeko
Discover more from South Africans with Diabetes
Subscribe to get the latest posts sent to your email.
Be First to Comment