Ingaba uyazibuza ukuba ungatya ntoni njengoba ngoku uphila nesifo seswekile? Awuqinisekanga ukuba kokuphi ukutya okuzakulungela iswekile yegazi lakho? Nangona kusoloko kulungile ukudibana nogqirha wezidlo ukufumana…

Usandula kufunyaniswa ukuba unesifo seswekile kwaye awuyazi ukuba kumele utye ntoni? Ibukeka njani indlela yokutya esempilweni yabanesifo seswekile? Sonke sisuka apho! Nangona sineendlela zokupheka esikunika…
Sifumana umbuzo omnye qho ngeveki kwikhasi lethu lonxibelelwano leFacebook iDiabetic South Africans :unganceda ucebise ngengcali yesifo seswekile (kwesosixeko sithile)? Siyesibuze uluntu oluphila nesifo seswekile, sifumane…